Purchase the Song | Purchase the Album

(Sung in Zulu/Xhosa)

Nkosi yiza nguwe thembalami (Lord, I come to you my Hope)
Kwa lala la phakade (Forever I rest on You [My rock of ages])
Isiphephelo sam’ uman’iyekelelwa Nguwe (My love, if you let me go)
Ndophalala njengamanzi (I will perish like water)

Refrain:
Xa Ndiyekelelwa Nguwe (If you let me go)
Ndophalala njengamanzi (I shall perish like water)
(Repeat)

Wena uyithembalami (You are my Hope)
Yenza indlela lapho ingekho (Make a way where there is no way)
Wena uyithembalami (You are my Hope)
Yenza ingela, ingela (Make a way)

(Refrain)

Zundithwale nakaloko (Carry me always)
Ngezo ngalo zobubele (With thine hands full of kindness)
Ndisiphosa kuwe ngoku (I submit myself to You now)
Nkosi Yesu ndiphuthume (Lord Jesus come quickly)

(Refrain)

Advertisements