(Sung in Xhosa – A Chorus)

Thixo ono’thando (God of love)
Ndimi phambi kwakho (Here I am before you)
Thixo ono’thando (God of love)
Ndiph’ uthando ndifakaze ngawe (Give me love to witness about You) (Repeat)

Repeat: Refrain
Thixo ndila namhla (Lord, Here I am) x?

Hosanna! Hosanna phezulu (Hosanna on High)
Hosanna! Hosanna enyangweni (Hosanna in the Highest)
Thixo ono’thando (God of Love)
Ndiph’ uthando ndifakaze ngawe (Give me love to witness about you) (Repeat)

Advertisements