Advertisements

Uyamangalisa (You are Amazing) By Kholeka

Leave a comment


(Sung in Zulu)

Refrain:
Hayi Nguy’ o lo Jesu (Jesus reigns)
Nguy’ obusa emhlabeni (He reigns over the earth)
Nguy’ obus ’emaZulwini (He reigns over the heavens)
NguJeso lo uyamangalisa (This Jesus is amazing)
Nguy’ o lo Jesu (Jesus reigns)
Nguy’ owongamele iZulu (Heavens obey Him)
Nguy’ iNkosi yamakhosi (He is the King of Kings)
NguJeso lo uyamangalisa (This Jesus is amazing) (Repeat)

Zingelosi ziyamdumiso (The angels praise Him)
Imihlaba ithu ingcwele (On earth You are Holy)
Ujesu lo uyangamaliza (Jesus You are amazing)
Akekho nothando lwakhe (There is no Love like His)
Ohlazi zono zabantu (He took away the sins of man)
Ujesu lo uyangamaliza (Jesus You are amazing) (Repeat)

(From the Top)

Ti momo momo…

Advertisements

Ntonga Yami (My Rod) Lyrics by Kholeka

1 Comment


Refrain:
Ntonga yam ntonga Yam (My rod, My rod)
umsimelelo wam uyandithuzela (My staff, you comfort me)

Jesu wam wena ungumsimelelo wam (My Jesus, you are my staff)
uyandithuzela (You comfort me)

(Refrain)

Bawo Wethu (Our Father) Lyrics by Kholeka

2 Comments


(Sung in Zulu)

Bawo Wethu Osemazulwini (Our Father in Heaven) x2
Maliphathwe ngobungcwele igama lakho (Hallowed by your name) x2
(Repeat)

Iguqul’ eyam intando (Transform my will)
Ifaniswe na le yakho (To be like yours)
Mayenzek’ Intando yakho (Let your will be done)
Mayenzek’ Intando yakho (Let your will be done)
(Repeat)

(From Top)

%d bloggers like this: