(Sung in Xhosa)

Verse 1:
Abantu k’dala bend’valel’indlela
(It’s been a long time, people blocking my way)
Besisthi andiyonto, futhi ndiyaboniswa
(Saying I’m nothing and that it’s obvious)
Kodw’i ingom’engaphakathi kwam ibalis’ibali
(But the song in me tells a different story)
Nokuwa nokuvuka komntu nolonwab’olungapheliyo
(Of a fallen person, And a rising person and joy)

Chorus:
Nd’yathandaz’uyive lengoma (I’ll pray your hear this song)
Izovuselel’umphefumlo wakho (It will restore your soul)
Ik’nik’ithemb’elitsha (and give you hope)

Verse 2:
Kudal’usithi nyawo zam Ndikhokhele
(How long have I told my feet to carry me)
undise kwantliziyo ndise (To a place where only my heart knows.)
apho kungenjena (Were it not like this)
Kudal’usithi nyawo zam ndise Ndikhokhele
(How long have I told my feet to carry me)
undise kwantliziyo ndise (To a place where my heart knows.)
apho kungenjena (Were it not like this)
umphefumlo wam wahlukene (My spirit is broken)

(Chorus)

[Original Xhosa lyrics here]

Advertisements