(Sung in Zulu — A Hymn)

Phakamis’iingcinga zethu (Lift up our minds)
Moya oyiNgcwele (Oh Holy Spirit)
Sikhumbul’izenzo zakho (To remember Your deeds)
Sizishumayele (And to preach it)

Leya mini wehla ngayo (Like that day He came down)
Ma iphindwe kuthi (Let it be repeated to us again)
Uze lowo mlilo waKho (Come with Your Fire)
Uwe apha kuthi (Fall here on us)

Yiz’ uxela isaqhwithi (Come in Your Storm)
Uzalis’ iindawo (Fill this space)
Size siv’ amandla akho (Until we hear Your Power)
Kwa nokwenza kwakho (And witness Your actions)

Ukufezwa kwamadinga (Fulfill Your promises)
Sikulinda apha (We await You here)
Yehla, Moya oyiNgcwele (Come down, Holy Spirit)
Usebenze apha (And do Your work here)

Yehla Moya oyiNgcwele (Come down, Holy Spirit)
Usebenze apha (And do Your work here) (Repeat)