Ndiyakuthi Ndakudinwa (When I am Weary) Lyrics Sung by Andile KaMajola

Leave a comment


(Sung in Xhosa – A Hymn)

Ndiyakuthi ndakudinwa (When I am weary)
Akuphel’ amandl’ omzimba (When strength leaves my body)
(Repeat)

Ndiphakamis’izandla (I lift my hands to You)
Ndiwacele kuw’amandla (And ask You to give me strength)

Yesu Langa lomphefumlo (Jesus, the Light of our soul)
Akumnyama xa ukhoyo (There is no darkness in Your presence)
(Repeat)

Makungabikho’ nay’ into (There is nothing)
Enendohlula nawe (That can separates us from You)

Thixo akunangqaleko (God You have no beginning)
Thixo akunangqibeko (God You have no end)
(Repeat)

Ukho endaweni zonke (You are present at all places)
Ukho ngama xesha onke (You are present at all times)
(Repeat)

Yesu Wena unguMhlobo (Jesus You are a friend) Lyrics by Esethu Siwe (Joyous Celebration 23)

1 Comment


(Sung in Xhosa – A Hymn)

Yesu Wena unguMhlobo (Jesus You are a friend)
Umhlobo womphefumulo (A Soulmate)
Ndiza kuWe undincede (I come to You for help)
Uncede le ntliziyo (Help this heart)
(Repeat)

Yesu! Wena unguMhlobo (Jesus! You are a friend)
Umhlobo womphefumulo (A Soulmate)
(Repeat)

Ndiza kuWe undincede (I come to You for help)
Uncede le ntliziyo (Help this heart)
(Repeat)

Themba limbi andinalo (I have no other hope)
Endingabamba lona (That I can hold on to)
Nqaba yimbi andinayo (I have no other refuge)
Endingangena kuyo (That I can run to)
(Repeat)

Nqaba yimbi andinayo (I have no other refuge)
Endingangena kuyo (That I can run to)
(Repeat)

Aamen, Amen, Amen, Ameni
Aamen, Amen, Amen (Repeat)

Nqaba yimbi andinayo (I have no other refuge)
Endingangena kuyo (That I can run to)
(Repeat)

%d bloggers like this: