Uzugcin’impilo yam’(You preserve my health)
Phind’uzugcin’ubomi bam’ (You protect my life)
Wena kampil’ yempilo yam’ (You are my breath of life)
Uzugcin’ubomi bam’ (You are my hiding place)
Refrain:
Mina ndohamba ndijonge kuwe (I’ll I will walk looking up to you)
Ngamaxesha onke (All the time)
Kwanqab’Umusa (Mercy said no)
Nibona ngiphila njena (You see I am now like this) (?)
uThixo akavumanga, (Because God denied [the devil’s plans])
Ngempilo yami (Against my life) (repeat)
Wathi “Cha, ‘ngeke ngivume (He said “No, I will not let you fall) – .
Unyawo lakho lushelele”(or your foot to slip”)
uThixo akavumanga, (God denied [the devil’s plans])
Ngempilo yami (Against my life) (Repeat)
Kwakumele ngihlushwe (My suffering was good for me)
Ukuze ngaz’imiso zakho (For it taught me your decrees)
Impela njengo Jakobe (Surely just like Jacob)
Kwakumele ngilingwe (You will defend and preserve me)
Kodwa ngoba mina angazi (It is because I know You)
Ukuthi wena uyisiphephelo sami (that you are my shield)
Impela nguwe owanqaba (truly it is you that will block plans)
Nempilo yami (against my life)
Sung in Xhosa:
Kubobonke oThixo (Amongst all other gods)
Akekho onjengawe(There is no one like You)
Kuba yinceba zakhe (His love and mercies)
Zimi nguna phakade (Endures forever)x2 (Repeat)
Sung in Zulu:
Uyinkosi yezulu (You are the Lord of heaven)
Uphakeme kakhulu (You are highly exalted)
Ngizolibonga nkosi yami (My God I bless)
Elakho igama (Your name) (Repeat)
Bawo Ndingumntwana waKho, Noko ndonileyo (Father I am your child, though I’ve sinned)
Ndiya lila phambi kwaKho, Bawo Ndixolele (I cry before you, forgive me father)
Iziphoso zam zininzi, Azinakubalwa; (My sins are many, they cannot be counted)
Noko ndibekise kuWe, Bawo Ndixolele (I still look to you, forgive me Father)
Lizalis’idinga lakho, (Fullfil your promise)
Thixo Nkosi yenyaniso (Lord, our truthful God)
Zonk’intlanga, zonk’izizwe (that every clan and every nation)
Ma zizuze usindiso (should attain salvation)
Amadolo kweli lizwe (Every knee in this land)
Ma kagobe phambi kwakho (should bow before you)
Zide zithi zonk’ilwimi (until every tongue)
Ziluxel’udumo lwakho (proclaims your glory)
Yaala, Nkosi, singadeli (Forbid, Lord, that we forsake)
Iimfundiso zezwi lakho (the teachings of your Word)
Uze usivuselele (till you revive us)
Sive inyaniso yakho (that we obey your truth)